






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Amaqumrhu Karhulumente > IKomishoni > IKomishoni yeNkcubeko yeNtshona Koloni

IKomishoni yeNkcubeko yeNtshona Koloni




INKCAZELO:



 













IZICELO ZENKXASO-MALI





 



Intetho Ephangaleleyo Malunga Namaphulo Axhaswe Ngezimali

Ukuba Nokuyifumana Inkxaso-mali kwiKomishoni Yenkcubeko yeNtshona Koloni

Imisebenzi Yokwazisa: Inkxaso-mali Kwimibutho Yenkcubeko ku-2005/2006

Iphetshana Lokufaka Isicelo: Inkxaso-mali Kwimibutho Yenkcubeko




 

 
 
 



IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO





 



Amaziko Enkcubeko




 
iKimishoni Yenkcubeko yeNtshona Koloni idlala ebaluleke kakhulu ekulondolozweni, ekuphakanyisweni nasekuphuhlisweni kwazo zonke iinkcubeko kweli Phondo, ingakumbi abo babesakuhleleleka ngaphambili, benganikwa ntlonipho nendelelo. Le Komishoni ikhuthaza abemi ukuba bazamkele futhi baziqonde iinkcubeko zabo ezahlukeneyo.

Enye yeenjongo zale Komishoni Yenkcubeko kukusebenzisa inkxaso-mali yamaphulo enkcubeko njengesixhobo sokulwa intlupheko, ukudala amathuba engqesho kwanokuza neenguqu kuluntu nasekuhlaleni. Kungoko ke le Komishoni inika abantu amathuba okukhula bona kwanoluntu ekuhlaleni.

Le Komishoni ithatha lonke uhlobo lobugcisa, ukuqala kumculo wejazz ukuya kumculo wemveli nakwimidaniso yeballet, umculo we-opera, ukwenza imifanekiso eqingqiweyo, imizobo neminye nje imisebenzi yobugcisa njengengxenye ebalulekileyo yesizwe esiphilileyo. Ithi ke ngoko izame ukuqinisekisa onke amagcisa namachule kwakunye nazo zonke iintlobo zobugcisa ziyancediswa ze zikhuthazwe ngandlela zonke.

iKomishoni Yenkcubeko le incediswa kwimisebenzi yayo liSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo ze ifumane inkxaso yezopolitiko kuMphathiswa Wemicimbi Yenkcubeko, Imidlalo Nolonwabo.

AMALUNGU ALE KOMISHONI

Amagosa eSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nezemidlalo laseNtshona Kapa afezekisa imisebenzi ekwizikhundla eziphezulu kwanaleyo yolawulo enento yokwenza neKomishoni Yenkcubeko yeNtshona Kapa.



AMALUNGU ALE KOMISHONI
01 SEPTEMBER 2005

Lungile Jacobs
usihlalo
083 660 8651
ljacobs01@ananzi.co.za

Celeste Matthews
usekela-sihlalo
083 292 4638
alwan@iafrica.com

Amy Gould
 
083 978 4300
amyg@isat.co.za

Dr Louise E Combrink
 
083 441 9593
louisec@iafrica.com

Gillian Mitchell
 
083 462 9880
gmitchel@humanities.uct.ac.za

Margaret Moletsane
 
633 5568 (W)
 

Mkondo Duke Ngcukana
 
082 899 5237
 

Natalia Da Rocha
 
072 123 1781
applauz@artscape.co.za

R E Van Der Ross
 
794 0102 (H)
revanderross@mweb.co.za

S Van Wyk
 
082 716 6480
svanwyk@uwc.ac.za

Sango Bam
 
082 723 5689
sango12@webmail.co.za

Sheigh Amierordien Du Toit
 
083 475 1072
 

Thokozile Ntshinga
 
083 674 7148
ntshinga@hiddingh.uct.ac.za

Yeye Mgudlwa
 
083 648 4896
admin@sosebenza.wcape.school.za



I-EMAIL:

bsirmong@pgwc.gov.za


UMNXEBA:

021 483 9717


IFEKSI:

021 483 9711


IDILESI YESITALATO:

3rd Floor, Protea Assurance Bldg, Greenmarket Square, Cape Town, 8000


IDILESI YEPOSI:

PO Box 2299, Cape Town, 8000


UMNTU ONOKUDIBANA NAYE:

Bradley Sirmongpong


ICANDELO LIKARHULUMENTE ELIBEKA ILISO:

iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Background on the Western Cape Cultural Commission (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* General Policy Statement with Regard to Funded Projects (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Eligibility for Funding from the Western Cape Cultural Commission (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Inkxaso-Mali Ekhutshwa Qho Ngonyaka Yokunceda Imibutho Yezenkcubeko Ngo- 2005/2006 (IiNkcukacha Zoluntu)
* Iphepha Lokufaka Isicelo: Inkxaso-mali Kwimibutho Yenkcubeko (IFomu) (File type: pdf; size: 488 KB)
* Western Cape Cultural Commissions and Cultural Councils Act 1998 (UMthetho) (File type: pdf; size: 20 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uMatshi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





