






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezokuzonwabisa & Nezemidlalo > Iziganeko > IKhalenda Yeziganeko Zoluntu kwiKhompyutha

IKhalenda Yeziganeko Zoluntu kwiKhompyutha




INKCAZELO:

ISixeko saseKapa sinekhalenda ehlaziywa rhoqo kwikhompyutha , nequka ezi ndidi zilandelayo zeziganeko:
* Imisebenzi yobugcisa nemidlalo yeqonga
* Ukhuphiswano
* Iimalike zemisebenzi yobugcisa
* Ukonwatyiswa
* Usapho
* Ezempilo
* Indlela yokuphila enempilo nenesiphiwo sokuyila
* Iintlangano zobuhlobo
* Ezenzululwazi nobuxhaka-xhaka Bobugcisa
* Ezenkolo
* Ezemidlalo.



IMIYALELO:

Esi sibonelelo sinikezelwa siSixeko saseKapa njengenkonzo engahlawulelwayo kwimibutho yoluntu ngaphakathi kuMmandla woLawulo lweNqila yeKapa. Ungaposa iinkcukacha malunga neziganeko zakho zonyuso lwengxowa-mali kwaye ziya kudweliswa kule khalenda.Ukufaka isiganeko esithile, kuya kufuneka ukuba ugcwalise iphetshana lesicelo ethile kuqhagamshelwano ngekhompyutha. Igosa lebhunga liya kuqinisekisa iinkcukacha malunga nesi siganeko size sidweliswe kuluhlu olukwikhalenda.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isixeko saseKapa





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





