






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Amaphulo > Ushishino & Noqoqosho > Ulwazi

ULWAZI

Imisebenzi kaRhulumente, idweliswa ngokwamabakala.


ICape ICT
Kwinqanaba lokuqala lale projekthi, okuya kuqwalaselwa iya kuba lurhwebo oludityanelweyo lwe-IT, uthungelwano kulwakhiwo kunye nempembelelo kumgaqo-nkqubo we-IT. Kwinqanaba lesibini, eyona mimandla eyakuthi iqwalaselwe iya kuba luphuhliso loshishino lwe-IT nophuhliso lwezakhono kwi-IT. Eyona ndawo yokuqala eyakuthi iqwalaselwe kukubhexeshwa kweli qela. Imisebenzi ejikeleze oku iquka iziganeko ezinjengemiboniso ... &nbsp;&gt;&nbsp;


ICape Net
Le yiprojekthi yezibonelelo zomsebenzi kubuchwepheshe nehlola ukuba nokwamkelwa kothungelwano olufanayo nomzekelo we- Malaysian Multimedia Corridor model. &nbsp;&gt;&nbsp;


INqanaba Lokuqala loPhuhliso lweCape Gateway
Abemi kunye namashishini afuna ulwazi olusuka kurhulumente. ICape Gateway yindlela enye yokufikelela kwimiba emalunga neenkonzo zikarhulumente, amaphulo kunye nokushicilelweyo. Ukufikeleleka kolwazi ngeenkonzo zikarhulumente kungenza ukuba urhulumente wephondo aphucule ukunikezela ngeenkonzo kwaye kunganceda nasekudaleni indawo eyakhayo ekukhuleni koqoqosho. Eli sango liqulethe ulwazi olusebenziseka lula malunga norhulumente ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 12 uMeyi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





