Ukutshintsha imali yenkxaso yokunakekela omnye umntu
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo senkxaso yokunakekela omnye umntu
Ukuhlawula inkxaso yokunakekela omnye umntu
Ukutshintsha imali yenkxaso yokunakekela omnye umn
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukutshintsha imali yenkxaso yokunakekela omnye umn
Ukutshintsha imali yenkxaso yokunakekela omnye umntu (yesapoti)
Inkcazelo
Ungacela ukuba imali ehlawulelwa inkxaso yokunakekela omnye umntu (isapoti) itshintshwe, ngenxa yokuba ayoneli okanye ngenxa yokuba uyoyisakala ukukhupha loo mali yesapoti.
Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya kwiSebe lezoBulungisa noPhuhliso loMgaqo-siseko
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo kwinkundla kamantyi ekwisithili apho lo mntu uhlawula isapoti ahlala khona.
Yenza isicelo sokulungiswa komyalelo kwi-ofisi kamantyi ekwisithili ekuhlala kuso lo mntu umsapotayo.
Imithetho esetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo sakho siyakuphathwa ngokukhawuleza nangobunono kangangoko kunokwenzeka
Faka nasiphina isikhalazo onganaso kuMphandi weNkxaso yokuNakekela omnye umntu (weSapoti), kwiGosa leNkxaso yokuNakekela omnye umntu, kuManejala weNkundla, kwiNtloko yeNgingqi kwezoBulungisa noPhuhliso loMgaqo-siseko okanye kwiZiko leNkonzo eGqwesileyo; kwiProjekthi yeNkxaso yokuNakekela omnye umntu yeSebe leLizwe lezoBulungisa noPhuhliso loMgaqo-siseko; okanye kwiCandelo loBuqondisi beMibandela ye-Gender.
Iindleko
Ngaphandle kokuba igosa elihambisa imiyalelo yenkundla (i-sheriff) licela kuqale kukhutshwe imali, ukuze likwazi ukukhupha umyalelo wokuhlawula isapoti, iindleko ziyakubancinane okanye zingabikho konke konke.
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
