Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukucela ikomiti yeenkonzo eziyimfuneko engundoqo i
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ubudlelwane bezabasebenzi
Inkcazelo
Naliphi na ibhunga leengxoxo nezigqibo ezihlanganelweyo okanye i-arhente yabucala lingenza isicelo kwiqumrhu elilawulayo sokunikwa uqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa (accreditation) ukuze :
Lisombulule iimpikiswano ngoxolelwaniso; kwaye
Iqumrhu elilawulayo lingadinga inkcazelo eyongezelelweyo yokuxhasa isicelo, kwaye, ngokwaloo njongo, lingafuna ukuba umenzi-sicelo aye kwintlanganiso okanye kwiintlanganiso ezithile zequmrhu elilawulayo.
Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya kwiSebe leZabasebenzi..
Inkqubo emayilandelwe
Faka ikopi yomiselo lomgaqo wokuziphatha we-arhente kunye nengcaciso engqina imfuneko yokunikwa uqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa, kwifom yesicelo.
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
