






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > IiNkcukacha Zoluntu > H &gt Indlela Yokugcwalisa Iphepha lakho Lokubhalisela Irhafu: 2005/6

Indlela Yokugcwalisa Iphepha lakho Lokubhalisela Irhafu: 2005/6






iNkonzo Yengeniso yoMzantsi Afrika
UMBHALI: iNkonzo Yengeniso yoMzantsi Afrika



ISISHWANKATHELO

Ezi zizikhokelo eziza kukuncedisa ugcwalise iimpepha zakho zonyaka werhafu u-2005/06. Zisixhenxe ke iintlobo zezi mpepha zineenkcukacha zomhlawuli-rhafu kufuneka zingenisiwe, yaye zahlulwe ngokwemibala.
* IT12SS - iphetshana elimbala u-orenji lelabahlawuli berhafu abafumana umvuzo kodwa bengenazibonelelo ekunokwenziwa kuzo amabango athile
* IT12S - iphetshana eliluhlaza okomnquma lelabahlawuli berhafu abafumana umvuzo ze bafumane nezibonelelo ekunokwenziwa kuzo amabango ezibonelelo ezithile
* IT12B - iphetshana elilubhelu lelabahlawuli berhafu abafumene ingeniso ngenxa yokutyala iimali, kwanakubaphathi beenkampani kwanamalungu eenkampani ezinzinzi
* IT12BU - iphetshana elibomvu elinikwa abahlawuli berhafu abafumana ingeniso yokuthengisa neyokuqhuba iifama
* IT12EI - iphetshana elibu-orenji elinikwa abahlawuli berhafu abamkelwe njengamaziko axolelekileyo ukuba angahlawuli rhafu
* IT12TR - iphetshana elimdaka elinikwa indibanisela yeenkampani
* IT14 - iphetshana eliluhlaza elinikwa iinkampani neenkampani ezincinci




UMTHAMO:

* IT12SS Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 230 KB)
* IT12SS: Khanyi's Easy Guide_2005/6 (File type: pdf; size: 1.1 MB)
* IT12S Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 271 KB)
* IT12S: Khanyi's Easy Guide_2005/6 (File type: pdf; size: 1.5 MB)
* IT12SB Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 290 KB)
* IT12BU Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 81 KB)
* IT12EI Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 81 KB)
* IT12TR Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 411 KB)
* IT14 Information Brochure_2005/6 (File type: pdf; size: 266 KB)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukuhlawula Irhafu Yengeniso (IiNkonzo)
* Irhafu Yengeniso Nomntu Ngamnye (IiNkcukacha Zoluntu)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uSeptemba 2007



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





