






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > IiNkcukacha Zoluntu > I &gt Irhafu Yengeniso Nomntu Ngamnye

Irhafu Yengeniso Nomntu Ngamnye






iNkonzo Yengeniso yoMzantsi Afrika


ISISHWANKATHELO

Injongo yolu xwebhu kukwazi abemi boMzantsi Afrika ngesibhambathiso sabo serhafu yabo yengeniso. Luquka ulwazi olukuxelela ukuba kunini na apho ulindeleke ukuba uhlawule irhafu yengeniso, iintlobo zerhafu yengeniso onokuzihlawuliswa, ukubuyiswa kwamaphepha eenkcukacha zokuhlawula irhafu, indlela yokuhlawula irhafu yengeniso, iSITE nePAYE kwakunye nerhafu yexeshana.Olu xwebhu ke lusafumaneka ngesiNgesi kuphela.



UMTHAMO:

* Income Tax and the Individual 2007/8 (File type: pdf; size: 179 KB)
* Income Tax and the Individual 2006/7 (File type: pdf; size: 143 KB)
* Income Tax and the Individual 2005/6 (File type: pdf; size: 177 KB)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukuhlawula Irhafu Yengeniso (IiNkonzo)
* Indlela Yokugcwalisa Iphepha lakho Lokubhalisela Irhafu: 2005/6 (IiNkcukacha Zoluntu)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uSeptemba 2007



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





