xhosa.21.Takalani Apr
BONA XHOSA - April 2008
UMAHLUKO
Ewe Kami unyanisile!
Ukwazile ukuwubona omnye womehluko. Kazi uza kuwubona na ke ngoku omnye kwakhona" Heh heh.
Kodwa kutheni uzobe imifanekiso emibini efanayo nje"
Heke... kuba ayifani, yahlukile...
Yima ndikubonise!
Uzoba ntoni, Zikwe"
...ukuba uyaqwalasela, uza kuqaphela ukuba ukhona umehluko. Ungakwazi ukuwubona"
Ewe! Uqhube kakuhle, Kami. Masibone ukuba uzakukwazi na ukuwubona omnye!
Molo Zikwe. Wenza ntoni na"
Ndiyazi! Kulo ungasekhohlo unxibe umnqwazi. Kodwa kulo ongasekunene awuwunxibanga.
Tyhini Molo, Kami.Ndiyazoba.
Ekhohlo,
uZikwe uluhlaza okwesibhaka-bhaka, ekunene okwengca!
Yimifanekiso yakho emibini, Zikwe.
Ewe, ewe! Uchanile.
Ubona kakuhle.
Ndiza kukunika intluva. Yinto esemva kwam emfanekisweni. Heh heh.
Ewe, ewe! Uqhube kakuhle qhitha, Kami! Uyincutshe ekuboneni umahluko. Kodwa usekho omnye umahluko osafuna ukujongwa...
Awukho omnye umahluko endiwubonayo ...
KwaSanlam siyazi ukuba zixhomile iindleko zemfundo yomntwana wakho, ukanti siyayiqonda nengxaki yokungakwazi ukuziphumeza. Zalisa iinkcukacha
zakho kule khuphoni uyithumele kuthi, umcebisi ngezezimali wakwaSanlam
okanye umncebisi ngezimali ozimeleyo
uza kuqhagamselama nawe.
Takalani Sesame and Sanlam - helping to develop your child's potential
Bazali nabagcini bantwana!
Hayi, andiboni, Zikwe.
Ngoba"
Kuba... uzizobe nje ukusukela esinqeni ukuya entloko!
Yintoni, Kami"
Awuboni"
Nguwuphi umahluko wokugqibela, Zikwe"
Ndiyazi! Ndiyazi!
Hayi...
BONA XHOSA - April 2008
IGAMA .......................................................
IDILESI ......................................................
.......................................................
UMNXEBA(W) ....................(H) .................
(ISELFOWUNI)...........................................
ID................................................................
UMSEBENZI...............................................
Umahluko wokugqibela... ekhohlo, ndinxibe izihlangu. Kanti ngasekunene, ndinxibe iibhutsi. Awuboni" Apha zizihlangu, apha ziibhutsi.
Kulo ongasekhohlo ume phambi kwemithi emibini. Kodwa kulo ungasekunene ume phambi komthi omnye qha.
Oh.
