xhosa.1151.03yourstories cover
Amabali Akho
Amabali obomi bokwenene, iimfihlo ezothusayo, nemib' etshis' ibunzi
Umama nosana lwakhe baxhwilwa emini ilanga lihlab' umhlaba - ingaba amapolisa abahlangula kuselithuba"
Udlwengulwe emsebenzini - wathi akuya emapoliseni wagxothwa
Uthini xa esithi ukhetha bani phakathi kwakhe nabantwana" Ingaba kulungile ukubeka phambili ezothando ulandelise ngabantwana bakho"
