Survey (Maize)									IsiXhosa



Nika uluvo lwakho ukuze uphumelele



Imiyalelo: 

Folio strap: Uvavanyo

Give it a survey look and feel 

Page must be perforated

Add information stating that this is the 50th colour edition of Pula Imvula – Olu luhlelo lwama-50 lwePula Imvula emabala-bala



Nceda thatha ithutyana uzalise uvavanyo olulandelayo. 



Zonke iifomu zovavanyo ezizalisiweyo ziya kungeniswa kugqatso lwethamsanqa. Abaphumeleleyo kugqatso lwethamsanqa abali-10 baya kufumana ingobozi yembewu – enokulingana indima yehektare enye.



Igama nefani



Xela isini

Indoda

Umfazi



Xela ubudala bakho

16 ukuya ku-24

25 ukuya ku-34

35 ukuya ku-44

45 ukuya ku-54

55 ukuya ku-64

Ngaphezu kwe-65



Idilesi yeposi nenombolo yefowuni



Umsebenzi wokufama uwenza kweliphi iphondo nommandla?



Umsebenzi wokufama uwenza emhlabeni omkhulu kangakanani?

Nganeno kweehektare ezi-2

2 ukuya ku–20 yeehektare 

20 yeehektare nangaphezulu



Uwenza ngantoni umsebenzi wokufama?

Umbona

Ingqolowa

Oojongilanga

Iimbotyi ezomileyo

Iimbotyi zesoya

Amazimba

Iinkomo

Iigusha



Uyifumana ngazo zonke iinyanga iPula Imvula na?

Ewe

Hayi



Ukuba impendulo yakho ibingu-ewe, nceda gqibezela imibuzo engezantsi:



Mangaphi amalungu ekhaya lakho afunda iPula Imvula?



Ufunda isixa esingakanani sePula Imvula?

Ndicaphula amanqaku athile

Ndifunda inkoliso yamanqaku

Ndiwafunda onke amanqaku



Ucinga ntoni ngesimbo solwimi olusetyenziswa kwiPula Imvula?

Lulwimi olulula

Lwamkelekile

Lunzima



Uyazigcina iikopi zePula Imvula zethuba elidlulileyo?

Ewe

Hayi



Ulwazi olukwiPula Imvula lubaluleke kangakanani kuwe?



Ungayibeka kowuphi umgangatho iPula Imvula?

Ubalasele

Ulunge kakhulu

Ulungile

Uphantsi



Zeziphi izihloko onqwenela ukuba zichatshazelwe kwizabelo zexesha elizayo?



Yintoni enokwenziwa ukuphucula iPula Imvula?



Amanqaku onokuwaphawula:





Nceda zalisa uvavanyo uze uluposele okanye ulufeksele apha:



Jane McPherson

PO Box 88

Bothaville

9660



IFeksi: (056) 515-3613

