Establishing (Maize)									Xhosa



Ukuqinisekisa ishishini lakho lokufama



Imiyalelo: 

Folio strap: Ukongezelela Ixabiso

Byline: NguJane McPherson, umphathi wenkqubo yaseGrain SA yeNkqubo yoPhuhliso lwamaFama



Wakuba uqalisile ukufama, uphakathi kwishishini kufuneka ube neenkcukacha zengxelo ezimalunga nawe (ipotfoliyo). Wakufika kwibanga elithile, uya kunqwenela ukuthetha neziko lezemali ukuze ufumane uncedo kanti baya kufuna ulwazi oluninzi malunga nawe nangeshishini lakho. 



Ngezantsi kukho iitheyibhile ezimbalwa ngolwazi ekufuneka uzilungisile (nekopi eyiyeyakho kunye ne-ID yomlingane wakho). 



Imbali ngomlimi 

Olu lwazi lubalulekile. Qho nika iinkcukacha zokuba wena njengomlimi wazalelwa phi, wakhulela phi nokuba wawufumana njani umdla wokufama nokuba wazibandakanya njani emsebenzini wokufama). 



Iinkcukacha zobuqu bakho

Ifani
 

 

 
Igama lokuqala
 

 

 
Oonobumba bokuqala bamagama
 

 

 
Inombolo ye-ID
 

 

 
Umhla wokuzalwa
 

 

 
Imo yomtshato
 

 

 
Igama lomlingane
 

 

 
Idilesi yeposi
 

 

 

 

 

 

 

 

 
Iphondo
 

 

 
Idilesi yendawo ohlala kuyo
 

 

 

 

 

 
Iselula fowuni
 

 

 


Isakhono sokusebenzisa ulwimi

Olu lwazi luluncedo malunga nezifundo oya kuzifumana ukuze izifundo uzinikwe ngolwimi oluqondayo.



Ulwimi lwasekhaya
 

 

 
Ezinye iilwimi
 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 


Indawo yokuhlala

Khumbula ukuba umsebenzi wokufama ufuna uqwalaselo lwakho yonke imihla. Ukuba unomdla onzulu ngomsebenzi wokufama kufuneka ube sentsimini yakho ngayo yonke imihla. Izilumko zithi, “iliso lenkosi liyawutyebisa umhlambi”, kwaye “isichumiso esibalaseleyo singumzila weenyawo zomlimi entsimini”. Ukwenza umsebenzi wokufama kuphathelele nezinto eziphilayo kwaye zifuna ingqalelo ngalo lonke ixesha. 



Uhlala efama?
 

 

 
Ukuba akunjalo, ungakanani umgama ukusuka efama
 

 

 


