Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Isicelo selayisensi yomqhubi
Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obun
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
izithuthi zempahla, oomasilenge neebhasi izithuthi ezinobunzima obungaphezulu kwamawaka amathathu namakhulu amahlanu (3 500 kg) futhi zenzelwe ukuthwala abantu abalishumi elinambini nangaphezulu kuquka nomqhubi.
Izithintelo ngokweminyaka ekuqhubeni ezintlobo zilandelayo zezithuthi:
izithuthi zempahla - kufuneka ube neminyaka elishumi elinesibhozo izithuthi zabagibeli - kufuneka ubeneminyaka engamashumi amabini nanye
Izithuthi ezithwala izinto ezinobungozi - kufuneka ubeneminyaka engamashumi amabini nantlanu.
Ungayifumana imvume yobunjingalwazi ekuqhubeni xa:
unephepha-mvume elisemthethweni lohlobo lwemoto oyenzela isicelo ugqirha wenze isiqinisekiso sokuba ukulungele oku ngokwasempilweni uqinisekisiwe yindawo yoqeqesho evumelekileyo (esisiqinisekiso sifuneka kuhlobo oluthile lwemoto)
Umntu osebenzisa omoto okanye umnini moto efunelwa imvume yokuqhutywa ngobuchule, akanakuvumela omnye umntu ayiqhube lemoto endleleni kawonke-wonke, ngaphandle kokuba unemvume yoku yinjingalwazi ekuqhubeni olu hlobo lwemoto.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
o incwadi yesazisi, ikhadi lephepha-mvume lokuqhuba, incwadi yokundwendwela esemthethweni yase Mzantsi Afrika o iifoto ezimbini zesazisi ezimnyama namhlophe o iphepha-mvume elisemthethweni o isatifiketi soqeqesho (xa siyimfuneko)
o isatifiketi sakwagqirha (isemthethweni kuphela xa kungekapheli iinyanga ezimbini yenziwe)
o enye imvume yobunjingalwazi ekuqhubeni okanye imvume yokuqhuba endleleni kawonke-wonke oyiphetheyo.
Bhatala imali efunekayo.
Emva kokuba ubhatele uzakuthunyelwa esikhululweni samapolisa esikufuphi nawe, uye kucela ingxelo yokugwetywa.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Imvume iba sele ilungile kungekapheli iiveki ezisibhozo ukuya kwezilishumi-nambini.
Entla
Iindleko iPhondo
Intlawulo yokubhukisha
Intlawulo yokunikwa uxwebhu
Mpumalanga
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
