Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Iipemethe yokuhlala isigxina abalingane bomtshato
Isicelo sabantu abadla umhlalaphantsi
Isicelo sokwamkelwa njengommi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ukuhla isigxina
Isicelo sepemethe yokuhlala isigxina - abantu abazimeleyo ngokwemali
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo isebenziseka kumntu welizwe langaphandle ozimeleyo ngokwemali. Izicelo zingenziwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika ukubangaba wenza isicelo ukwilizwe langaphandle.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Hambisa uqinisekiso olwenziwe ngumgcini nomhloli wee-akhawunti zemali olilungu lequmrhu labagcini nabahloli bee-akhawunti zemali (chartered accountant), lokuba unemali eyinzuzo eyeyakho nqo ebubuncinane besiseko esimiselweyo esixabisa iR7,5 million, kwaye uyihlawule imali ebekiweyo kwiSebe lezeKhaya eyi R75 000.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
