Isicelo sepemethe umntu oneshishini lakhe
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sepemethe umntu oneshishini lakhe
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukusebenza eMzantsi Afrika
Isicelo sepemethe umntu oneshishini lakhe
Isicelo sepemethe yokuhlala isigxina - umntu oneshishini lakhe
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo isebenziseka kumntu welizwe langaphandle ojonge ukuseka ishishini eMzantsi Afrika; okanye osele enepemethe yeshishini ukuze aqhube ishishini kweli lizwe; okanye ojonge ukutyala imali kwishishini esele likhona kweli lizwe.
Izicelo zingathunyelwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya kwiphondo ojonge ukuqhubela kulo ishishini. Yenza isicelo kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika ukubangaba ukwilizwe langaphandle.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Umgcini nomhloli wee-akhawunti zemali olilungu lequmrhu labagcini nabahloli bee-akhawunti zemali (chartered accountant), omele indawo yakho, kufuneka ahambise uqinisekiso lokuba igalelo lemali emiselweyo kwixabiso lempahla nezinto (ekujongwe kulo) elikwiincwadi zeshishini, lityaliwe. Igalelo lemali emiselweyo liyi R2,5 million kwaye lingabekelwa bucala okanye lincitshiswe kuphela xangaba oko kuthathwa ngokuba kungumnqweno welizwe okanye xangaba oko kucelwe liSebe lezoRhwebo naMashishini.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
