INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa - intlawulo yokuqala
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
Incwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa - intlawulo yokuqala
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Xa umntu engenelwa yimali erhafelekayo engaxhuzulelwayo ngokwe-SITE okanye i-PAYE (umzekelo inzala, irenti okanye ingeniso yeshishini), kufanele ahlawule irhafu yokubambisa kule ngeniso-mali. Iintlawulo zerhafu yokubambisa zenziwa ngokweenyanga ezintandathu.
Irhafu yokubambisa yenzelwe ukunceda abarhafi bamelane noxanduva lwabo lwerhafu ngokuqhubekayo, endaweni yokuba bahlawule iimali ezinkulu kubekanye ngonyaka xa bevavanywa. Intlawulo yerhafu yokubambisa iyakungqamaniswa nerhafu yengeniso-mali yokugqibela (irhafu yesiqhelo) ekufanele umntu ayihlawule kuloo nyaka wovavanyo ubandakanyekayo.
Umhla wokungena kwentlawulo yerhafu yokubambisa kwixesha lokuqala ukwisithuba seenyanga ezintandathu ukusukela ekuqaleni konyaka wovavanyo. Intlawulo yokuqala yerhafu yokubambisa kufuneka imele isiqingatha soxanduva lokuhlawula irhafu kunyaka opheleleyo werhafu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Bala irhafu yokubambisa ngolu hlobo lulandelayo kwixesha lesibini:
o isiqingatha serhafu epheleleyo yonyaka opheleleyo o uthabathe irhafu yomqeshwa exhuzulelwe eli xesha (iinyanga ezi 6)
Iinkcukacha zokubhankisha:
Okuya kufuneka koku kulandelayo:
uxwebhu lweSazisi salowo wenzelwa iinkonzo (beneficiary ID) okanye inombolo ye-akhawunti eqhagamshelaniswe nohlobo oluthe ngqo lwerhafu ukulungiselela intlawulo.
Qwalasela:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Qwalasela:
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
