Isicelo sokuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sembuyekezo yokulimala okanye yokufumana i
Ukuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNgxowamali
Isicelo sokuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNg
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imbuyekezo yengozi
Isicelo sokuxela ingozi eyenzeke emsebenzini kwiNg
Isicelo sokwenza ingxelo ngengozi emsebenzini kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
UMthetho weMbuyekezo kuMenzakalo neZigulo eMsebenzini ka-1993, ufuna ukuba abaqeshi banike ingxelo ngazo zonke iingozi ezenzeka emsebenzini kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Abaqeshi mabayikrazule bayisuse iCandelo B yefom W.Cl.2 baze bayinike ugqirha okanye isibhedlele ukuze izaliswe ngokukhawuleza emva kwengozi.
Abaqeshimabathumele iCandelo A yefom ezaliswe ngokupheleleyo kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo ngokukhawulezaemva kwengozi.
Abaqeshi abafanele kulindela ukuba iCandelo Byefom izaliswe ngugqirha phambi kokuba bangenise ibango.Bakuba abaqeshi befumene inxenye yefom elicandelo likagqirha, bangayingenisa ifom ngokunjalo.
UMkhomishinari weMbuyekezo
Abaqeshi mabahlawule imbuyekezo kumsebenzi kwinyanga ezintathu zokuqala emva kwengozi. INgxowa-mali yeMbuyekezo iya kumbuyekeza umqeshi malunga noku.
Ukuba umsebenzi akanakho ukubuyela emsebenzini ixesha elide, abaqeshi mabafumane iingxelozenkqubela yonyango (W.Cl.5) kugqirha zize zizingenise kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo qho ngenyanga.
Xa umsebenzi eqalisa ukusebenza kwakhona, abaqeshwa mabathumele ingxelo yokuqalisa kwakhona emsebenzini(W.Cl.6) nengxelo yonyango yokugqibela (W.Cl.5) kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Oku kuya kuxhomekeka ekubeni ingaba zizaliswe zonke iinkcukacha ngokuchanekileyo kusini na.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
