Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isaziso sokutshintsha komnini moto okanye ukuthengiswa kwemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Oku kukunika isaziso kwabasemaguyeni kubhaliso lwemoto, sokutshintsha kobunini moto okanye uphatho lwamaxwebhu amalungelo. Isaziso kufuneka sithunyelwe kwabase magunyeni kubhaliso lwemoto kungaphelanga intsuku ezingamashumi amabini nanye, ukusukela ngosuku lokwenziwa kotshintsho.
Abaphathi baxwebhu amalungelo(njengee bhanki okanye amaziko asebenza ngemali) okanye abanini moto kufuneka batyikitye isatifiketi esitsha sobhaliso basinikezele kumphathi woxwebhu lamalungelo okanye umnini omtsha wemoto.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
o isatifiketi sobhaliso lwemoto o icwe-cwe lephepha-mvume elisemthethweni o incwadi yesaziso.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwangolo suku lwesicelo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Ifomu lesaziso sokutshintsha kobunini moto okanye ukuthengiswa kwemoto lifumaneka kwi ofisi yamagosa endlela.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
