Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa iyuniyoni yabasebenzi isicelo sokubhalisa njengebhunga leengxoxo
Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga
Isicelo sokuseka iqonga lasemsebenzini
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iimanyano zabasebenzi kunye nemibutho yabaqashi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
I-Nedlac kufuneka ixelelwe ngeli nyathelo ngefom eqingqiweyo (i-LRA 4.5). Kufuneka kuchazwe kule fom izizathu kunye nohlobo lwenyathelo elicetywayo. Oku akubandakanyi umhla wenyathelo elicetywayo, njengoko oku kungasingela phantsi inkqubo yokuzama ukufikelela kwimvisiswano.
Ukubangaba iinzame zokusombulula aziphumelelanga, umbutho wabasebenzi okanye imanyano yemibutho yabasebenzi kufuneka inike i-Nedlac isaziso sesibini esiyixelela ngeenjongo zayo zokuqhubeka ngenyathelo loqhankqalazo. Esi saziso sesibini kufuneka sisiwe kwi-Nedlac okungenani kwiintsuku ezili- 14 phambi kokuba liqalise inyathelo lokuqhankqalaza.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yazisa i-Nedlac ngeenjongo zombutho wabasebenzi zokuqhubeka ngenyathelo lokuqhankqalaza.
Unobhala wombutho wabasebenzi okanye wemanyano yemibutho yabasebenzi kufanele azalise ifom yesicelo.
Thumela ifom ezalisiweyo kule dilesi ilandelayo:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
