Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Olu ncedo lulungiselelwe abantu abavelisa iimoto, abenza iimoto,abathenga bathengise iimoto. Inanai lokurhweba ngeemoto linika imvume kwababantu babaliweyo yokuba baqhube endleleni kawonke-wonke iimoto ezingabhaliswanga.
abavelisi bemoto, bazise bathengise batshintshe okanye balungise iimoto abathuthi bemoto bahambise iimoto abarhwebi ngemoto ukuze bakwazi ukuhambisa iimoto nabathenga iimoto kwamanye amazwe ukuze bakwazi ukuzihambisa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Bonakalisa ukuba kutheni ufuna amanani okurhweba nokuba kutheni ufuna elo nana olifunayo.
Thumela lamaxwebhu alandelayo:
o ikopi yencwadi yesazisi okanye uxwebhu lelungelo lokumela xa umele inkampani o isatifiketi sokubhaliswa kweshishini
Bhatala imali efunekayo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
