Ukuxela umntu olahlekileyo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangok
Ukuxela ubugebenga
Ukuxela umntu olahlekileyo
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazang
Faka isaziso ngokubhubha
Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Ukuxela ukuxhatshazwa okanye ukuphathwa kakubi kom
Ukuxela umntu olahlekileyo
Ukuxela umntu olahlekileyo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo yenzelwe ukuba uluntu lukwazi ukuxela umntu olahlekileyo. Ungamxela umntu olahlekileyo kwangoko wakube ukrokrela ukuba kukho into embi eyenzekileyo kulo mntu.
Akukho xesha limisiweyo lokulinda phambi kokuba umxele umntu olahlekileyo. Ukubanga ipolisa likuxelela ngenye indlela, thetha nelinye igosa elingentla ngesikhundla kweli uthetha nalo,uqhubeka wenze njalo ude ufumane uncedo oluyimfuneko. Ukuze ufumane inkcazelo ngabantwana abalahlekileyo, yiya kwiZiko lase Mzantsi Afrika laBantwana abalahlekileyo (South African Centre for Missing Children).
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Ukubangaba ukrokrela ukuba umntu ulahlekile, zama ukunxulumana naye kuqala.
Nika inkcazelo esisiseko ngalo mntu, kulicebo elihle ukukhupha ifoto esandul'ukufotwa.
Ukubangaba umntu olahlekileyo ufunyenwe, yiya kwesa sikhululo samapolisa bekuxelwe kuso ukulahleka kwalo mntu, wazise ipolisa okanye igosa eliphanda ngale nyewe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ungamxela umntu olahlekileyo kuso nasiphina isikhululo samapolisa, akuyomfuneko ukuba ude uye kummandla apho lo mntu akrokreleka ukuba ulahlekele kuwo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Mpumalanga 013-249 1138
Mpumalanga uMntla-Ntshona uMntla-Koloni iNtshona-Koloni
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
