Isicelo seenzuzo zekhefu yokubeleka kwiNgxowa-mali yokuKhusela ukuNgasebenzi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela iinzuzo zokungasebenzi
Isicelo sokubanga iinzuzo zokwamkela usana njengom
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isicelo masenziwe ngokukhawuleza ekuqaleni kwekhefu lokubeleka (maternity leave) okanye kungenjalo kwisithuba seenyanga ezintandathu zokuzalwa komntwana.
Imiqathango yokufaneleka:
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Qhagamshelana neziko lemicimbi yezabasebenzi elikufutshane kuwe ukuze ufumane iifom ezifanelekileyo.
Khumbula ukunikezela iinkcukacha zebhanki ezichanekileyo njengoko ziqinisekisiwe yibhanki yakho.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kwakuba kufunyenwe onke amaxwebhu, i-UIF ithembisa ukuwasebenza okanye ukuwagqiba amabango kwisithuba seeveki ezintandathu.
Entla
Iindleko
Le ntlawulo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
