Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokubhaliswa njegomvelisi,ongenisa imoto zakwamanye amazwe okanye owakha iimoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umntu ovelisa, akhe, aguqule okanye angenise iimoto zangaphandle eMzantsi Afrika ngenjongo zorhwebo, okanye ukuthengisa kufuneka abhalise KwiCandelo leZothutho.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Dibana neCandelo leZothutho kwiphondo lakho.
o ikopi eqinisekisiweyo yencwadi yesazisi o ikopi eqinisekisiweyo yesatifiketi soshishino o incwadi yelungelo lokumela xa umele inkampani o inani lengqokelela lomthetho wekxaso ophuma kuNcedo laBabuti beRhafu eMzantsi Afrika, xa ungenisa impahla yangaphandle eMzantsi Afrika o isatifiketi esisusa ukuthandabuzeka kwemoto esiphuma kuNcedo laMapolisa ase Mzantsi Afrika.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwangolo suku lwesicelo, isatifiketi sobhaliso sona sikhutshwe ngosuku olulandelayo.
Entla
Iindleko iPhondo
Umrhumo wobhaliso
Mpumalanga
Entla
Ifomu lengxelo efungelweyo malunga nokufakelwa kwemoto, ifumaneka kwi ofisi yamagosa endlela.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
