Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithuthi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Kufuneka ufumane incwadi ekugunyazisyo xa ufuna ukungenisa eMzantsi Afrika imoto entsha noba eseyikhe yasetyenziswa, imoto yokuthutha impahla okanye inqwelo erhuqwayo nokwakha okanye ukuguqula imoto.
Kufuneka ukuba ube nencwadi engumqondiso wokuba imoto yakhiwe apha eMzantsi Afrika okanye kwilizwe langaphandle. Iintlobo zemoto efuneka kuzo leleta yomqondiso:
iimoto, iibhasi nezithuthuthu iimoto zokuthutha impahla (inqwelo yempahla ibhaki)
inqwelo erhuqwayo imoto ezikhethekileyo ezifana netrekta nenqwelo zokuvuna.
Qaphela: Umntu ofaka esi sicelo ngulowo imoto ibhaliswe egameni lakhe.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Fumana ifomu lesicelo emapoliseni akufuphi.
o ikopi yencwadi yesazisi o uxwebhu lwelungelo lokumela xa kuyinkampani okanye umbutho o ingxelo efungelweyo yokufakelwa kwemoto eyenziwe emapoliseni, ibandakanye injini namanani esisu semoto, ingxelo ezeleyo yomsebenzi wonke owenziweyo nemvelaphi yezinto ezifakelweyo o isatifiketi sobumsulwa soNcedo lwaMapolisa ase Mzantsi Africa o isatifiketi sokulungela ukuhamba endleleni ka wonke-wonke o isatifiketi sobunzima bemoto o ifoto ezimbini zemoto.
Bhatala imali eqingqiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Incwadi egunyazisayo iba seyilungisiwe emva kwentsuku ezintandathu.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
