Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Isicelo selayisensi yomqhubi
Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obun
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ilayisensi yomfundi-kuqhuba yilayisensi yokubambisa eqinisekisa ukuba unolwazi olusisiseko lokuqhuba isithuthi. Iikhowudi zelenasi zahlulwe zangamacandelo amathathu, kwaye icandelo ngalinye linemimiselo yeminyaka yobudala.
Ingqokelela yomthetho yokuqala (Code 1): Isithuthuthu nokuba ngowuphi umhlobo
Ingqokelela yomthetho yesibini (Code 2): Iimoto
Emotweni umceli kufuneka abe neminyaka elishumi elinesibhozo
Ingqokelela yomthetho yesithathu (Code 3): Imoto enkulu nokuba yeyiphi okanye umxube wazo, umceli kufuneka abe neminyaka elishumi elinesibhozo.
Umceli akazi kuvavanywa ngosuku olubekiwe kwaye nexesha lokulindela uvavanyo lwahlukile ngokomasipala.
Iphepha-mvume lokufunda ukuqhuba liphelelwa lixesha emva kwenyanga ezilishumi elinesibhozo (18 months) futhi angeke longezelelwe elixeha.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Xa usenza isicelo sephepha-mvume lokufunda ukuqhuba gcwalisa ifomu (LL1) endaweni yovavanyo ekufuphi nawe.
Yiza nefoto ezimbini zesazisi ezimnyama namhlophe.
Kuza kufuneka wenze uvavanyo lwamehlo endaweni yovavanyo.
Bhatala imali emisiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ilayisensi yomqhubi ingalungela ukuya kuthathwa kwisithuba seeveki ezine ukuya kwezintandathu.
Entla
Amaxabiso
IPhondo
Mpumalanga
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
