seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo segranti yegqala elivela emfazweni
Somnyenyevu wentlalo seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Imeko esiqhelweni malunga nabantu abakhubazekileyo ukufakelwa igranti yentlalo kwiakhawunti
Iinkonzo zokuxhasa iintsapho aMandla aMaxhoba oBugebenga noBundlobongela
Nokubuyiselwa kwemeko esiqhelweni
Okwamkelwa kwikhaya labantu abadala
Isicelo sesibonelelo ngokwenkqubo
OkuKhusela aBantu eNdlaleni
IiNkonzo zooMasipala eziSisiseko zaMahala
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imali kunye neenzuzo zentlalo
Inkonzo zentlalo seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Isicelo seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
I-ISS inceda abantu ngokobuqu babo kunye neentsapho (neefemeli) ezineengxaki zobuqu kunye nezentlalo, futhi xa aba bantu nezi ntsapho bedinga intsebenziswano phakathi kwamazwe. Iyafumaneka kuye nawuphina umntu apha eMzantsi Afrika nangaphandle kweli lizwe.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezisuka kubantu abahlala eMzantsi Afrika
Hambisa isishwankathelo esigqityiweyo sombandela kummeli wephondo we-ISS kwi-Ofisi eNkulu yeSebe loPhuhliso lweNtlalo lephondo.
Izicelo ezisuka kubantu abahlala ngaphandle kwaseMzantsi Afrika.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Yakube ifumene isicelo esisuka kwilizwe langaphandle, i-ISS SA ibhekisa lo mbandela kummeli wendawo wephondo oyakuthi yena enze amalungiselelo wokuba unontlalontle wendawo aphande ngalo mbandela kwaye anike ingxelo kwisebe lephondo. Yakube ifunyenwe le ngxelo, iyakuthunyelwa kwi-ISS SA, eyakuthi yona iyiphonononge kwaye iyithumele kubabandakanyeki, ndawonye neziphawulo, imibuzo kunye nemiba ethandabuzekayo okanye imiba ethandabuzekayo.
Entla
Iindleko
EMzantsi Afrika le nkonzo ayihlawulelwa. Kumazwe athile kusengafuneka intlawulo kwiinkonzo ezithile. Ezi ntlawulo ziyahluka ngokwamazwe ngamazwe.
Entla
Entla
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
ISebe loPhuhliso lweNtlalo yoLuntu
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
