Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Indawo yokuhlala
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Abantu abafezekisa ezi mfuno zilandelayo bangenza izicelo:
ummi waseMzantsi Afrika okanye umntu onephepha lemvume (onepemethe) yokuhlala isigxina eMzantsi Afrika umntu otshatileyo okanye ohlala nesinqandamathe sethuba elide abantu abangatshatanga abangaphezulu kweminyaka engama 21 ubudala kwaye abanabantu abaxhomekeke kubo ingeniso-mali yekhaya liphelele yi R3 500 okanye ngaphantsi zange ngaphambili wabangumnikazi wepropati yokuhlala (iimeko ezingaqhelekanga ezizodwa ziyaqwalaselwa)
abenzi-zicelo abakhubazekileyo abenza izicelo zeenguqulo ezizodwa (siyafuneka isatifiketi sonyango).
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Gcwalisa ifom yesicelo efumaneka kuphela kwiSebe lezeZindlu kwiPhondo, ezibhankini nakoomasipala.
Faka zonke iincwadi zobungqina, umzekelo:
o incwadi yesazisi o isatifiketi somtshato o isatifiketi sokuzalwa o ubungqina bengeniso-mali, kunye o nencwadi yesigqibo sentengiso.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
ISebe lezeZindlu
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
