Izilwanyana nezinto zofuzo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa intsimbi yeletele yokunombola
Isicelo sokunikezela intsimbi yokunombola nokuphaw
Izilwanyana nezinto zofuzo
Isicelo semvume yokuqokelela incindi yobudoda
Isicelo sokuhlaziya imvume yesilwanyana ngenjongo
Isicelo senkcazelo ngobume boMzantsi Afrika
Isicelo sobhaliso njengearhente yokungenisa elizwe
Isicelo sobhaliso njengombutho wohlobo lwezilwanya
Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo nge
Isicelo sokuthumela ngaphandle kwelizwe izilwanyan
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuphucula izilwanyana kunye nemfuyo
Izilwanyana nezinto zofuzo
Isicelo sokungenisa elizweni izilwanyana nezinto zofuzo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Xa umenzi wesicelo engasayini isicelo ngokwakhe, ileta egunyazisa umntu osayinayo njengearhente yokuthi asayine egameni lomenzi wesicelo, kufuneka ikhaphe isicelo.
Xa umenzi wesicelo engene kwisivumelwano nomthumeli wangaphandle wesilwanyana okanye into engeniswa elizweni phantsi kwemiqathango yokuthi izabelo, iintlawuliso okanye iziyekelelo ziya kuhlawulwa ngaphezu kwexabiso lentengiso, kufuneka isicelo sikhatshwe yileta evela kuMlawuli Jikelele we-Department of Trade and Industry (ISebe lezoRhwebo noShishino) yokuqinisekisa ukuba iSebe lisamkele isivumelwano esinjalo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezingazaliswanga ngokupheleleyo ziya kuphindiswa kumenzi wesicelo.
o umnombo owandisiweyo weenzala ezimbini o iirekhodi zokusebenza kwesilwanyana o isiqinisekiso sokuhlelwa kwegazi.
Iinkcukacha zebhanki zezi:
Inombolo yeAkhawunti: 011219556
Ikhowudi yesebe: 000845/010845
I-Veterinary Import Permit (Imvume yoGqirha weziLwanyana yokuNgenisa eliZweni) ineemfuno ezikhethekileyo ekufuneka zingqinwe nguGqirha weziLwanyana woRhulumente welizwe elithumela okungeniswa elizweni phambi kokuba umthwalo wento engeniswa elizweni uthunyelwe. Iimfuno zingafunyanwa kuMlawuli oyiNtloko: Impilo yeziLwanyana (iofisi yemvume).
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
ISebe lezoLimo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
