Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokuguqula isini
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuphinda unikwe incwadi yesazisi
Isicelo sokuphinda ubengummi waseMzantsi Afrika
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Isicelo sokwamkelwa njengommi emva kokuhlala ixesh
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubumi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Incwadi yesazisi (ID) yincwadi eyazisa nengqina ngomntu. Iincwadi zezazisi zinikwa abemi baseMzantsi Afrika okanye abantu abaneepemethe zokuhlala isigxina kweli lizwe abaneminyaka eli 16 okanye nangaphezulu. Inganikwa nakubani osebenzela urhulumente okanye iqumrhu lasembusweni elingaphandle koMzantsi Afrika okanye umntu othunyelwe kwisikhundla sokusebenzela elinye ilizwe. Oku kugqithiselwa nakumlingane nabantwana balo mntu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uyakunyatheliswa iminwe (fingerprints) ukuze ishicilelwe kwiNcwadi eBhale iNani neeNkcukacha zaBantu belizwe.
Abenzi-zicelo abatshatileyo mabakhuphe ikopi yesatifiketi somtshato.
Owasetyhini owenza isicelo sencwadi yesazisi kwaye enqwenela ukuphinda abuyele kuyo nayiphina ifani kwiifani awayekade esaziwa ngazo, makathi thaca ubungqina bokuba uvumelekile kuloo fani.
Umntu ongumngeni kweli lizwe owenza isicelo sencwadi yesazisi makafake kwesi sicelo ipemethe yokuhlala isigxina, isatifiketi sokwenziwa ummi weli lizwe okanye sokunikwa umnyenyevu, isatifiketi somtshato, kunye nefom ekuthiwa yi BI-529.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha iiveki ezifikelela kwisibhozo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
