YIBA NELIZWI!

        



              IINDIBANO ZOVAKALISO-ZIMVO



IKOMITI YETHUTYANA YOKUHANJISWA KWEENKONZO


            22 kweyoMdumba - 21 kuTshazimpunzi we-2010

 

 

 

 

 

                          IINDIBANO ZOVAKALISO-ZIMVO
           IKOMITI YETHUTYANA YOKUHANJISWA KWEENKONZO



INdlu yoWiso-mthetho iseke iKomiti yeThutyana ukuze yenze ukongamela okulungelelanisiweyo ekuhanjisweni kweenkonzo phantsi komxholo othi, “Sisebenza sonke ukuqinisekisa ngokunikezelwa kweenkonzo ezisemgangathweni eluntwini”.
Igunya leKomiti liya kuba kukufuna ukwazi ngenkqubela-phambili ekuhanjisweni kweenkonzo kunye, apho kukho khona uqhankqalazo, nemingeni ekhoyo ukuze yenze ingxelo eneengcebiso ezicacileyo nezinempumelelo kwiNdlu yoWiso-mthetho. Le Komiti iya kwenza isiphakamiso soyilo sokuphumeza ezi ngcebiso kwiNdlu yoWiso-mthetho.



Ukuza kuthi ga ngoku, iKomiti iza kuzibandakanya kutyelelo olulungelelanisiweyo kumaphandle nasezidolophini ize ibize iindibano zovakaliso-luvo zikawonke-wonke ePalamente nakumaphondo. Iindibano zovakaliso-luvo zikawonke-wonke ePalamente ziya kuba ngomhla we-2 ukuya kowe-4 kweyoMdumba we-2010.



Ngexesha lotyelelo kumaphondo, iKomiti iza kuhlola izakhiwo ezo, ize idibane noluntu, amagosa kaRhulumente wamaKhaya, amagosa eSebe likaRhulumente wePhondo, iikomiti zengingqi, imibutho yasekuhlaleni kunye namalungu ecandelo lezoshishino.

 

 

 

 

Amalungu oluntu ayamenywa kwiindibano zovakaliso-zimvo zikawonke-wonke
ezicwangciselwe ukuba zibekho kumaphondo ngamaphondo ngolu hlobo lulandelayo:



Iphondo
 
Indawo
 
Umhla
 
Ixesha
 

 
Mpumalanga
 
uMasipala weNgingqi uMkhondo

(Iziko loKhenketho laseMkhondo)
 
22 kweyoMdumba we-2010
 
16h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi iDipaleseng

(kwibala lokudlala iSiyathemba)
 
24 kweyoMdumba we-2010
 
16h00
 

 
Mpuma Koloni
 
uMasipala weNgingqi iBuffalo City

(e-Orient Theater)
 
22 kweyoMdumba we-2010
 
16h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi iGreat Kei 

(kumabala okudlala esikolo iMakazi)
 
24 kweyoMdumba we-2010
 
10h00
 

 
Ntshona koloni
 
IsiXeko saseKapa

(kwiholo i-O.R Tambo) 
 
22 kweyoMdumba we-2010
 
16h00
 

 

 
IsiXeko saseKapa

(kumabala okudlala aseDunoon)
 
24 kweyoMdumba we-2010
 
16h00
 

 
Gauteng
 
eNokeng Tsa Taemane

(kwiholo ledolophu iRayton)
 
15 kweyoKwindla we-2010
 
16h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi iMfuleni

(kwiziko lemidlalo iSaul Tsotetsi)
 
17 kweyoKwindla we-2010
 
16h00
 

 
Freyistata
 
uMasipala weNgingqi iKopanong

(kwibala lokudlala iChaleb Matshabi)
 
15 kweyoKwindla we-2010
 
15h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi iNala

(kwibala eliphambi kwesikolo iHloboloha)
 
17 kweyoKwindla we-2010
 
16h00
 

 
Mntla Ntshona
 
uMasipala weNgingqi iGreater Taung

(kwiholo lokuzilolonga laseTaung iMmabana) 
 
15 kweyoKwindla we-2010
 
16h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi iRamotshere Moiloa

(kwiziko loluntu iLehurutshe)
 
17 kweyoKwindla we-2010
 
13h00
 

 
Limpopo
 
uMasipala weNgingqi eThulamela

(kwiholo lomdlalo wamanqindi iMalamulele)
 
19 kuTshazimpunzi we-2010
 
10h00
 

 
Mntla Koloni
 
uMasipala weNgingqi iDikgatlong

(kumabala emidlalo iMataleng)
 
19 kuTshazimpunzi we-2010
 
16h00
 

 
KWA-ZULU NATAL
 
uMasipala oMbaxa weTheku

(kwiholo lesixeko eThekwini)
 
19 kuTshazimpunzi we-2010
 
16h00
 

 

 
uMasipala weNgingqi uMsunduzi

(kwiziko loluntu i-Edendale)
 
22 kuTshazimpunzi we-2010
 
16h00
 

 


 

 Page 1 (Front Page)



UMgaqo-siseko                                                                                                                                                                                                                                  weRiphabliki yoMzantsi Afrika, 1996

 

 

Page 3 (Back cover)



                                                               (Emblem)

                                                           ---------------------                                                                                 

                                                            IPALAMENTE

                                             YERIPHABLIKI YOMZANTSI AFRIKA

                                                      Ukufumana ulwazi oluthe vetshe nceda unxibelelane:

Amaphondo: Mpuma Koloni, Freystata noMntla Koloni

                                                                          Zintle Ngoma

                                                     Ifowuni yomsebenzi	021 403 3843

                                                     Iselifowuni                  	072 745 3843

                                                     Ifeksi                       	086 625 7056

                                                     Imeyile: zingoma@parliament.gov.za



                                  Amaphondo: Gauteng, Mpumalanga neLimpopo

                                                                     Shereen Cassiem

                                            Ifowuni yomsebenzi	021 403 3769

                                                     Iselifowuni                  	083 774 4019

                                                     Ifeksi                       	086 523 7591

                                                     Imeyile: scassiem@parliament.gov.za

                                            

                    Amaphondo: Ntshona Koloni, Mntla Ntshona neKwa-Zulu Natal

                                                                       Ajabulile Mtiya

                                            Ifowuni yomsebenzi 	021 403 3740

                                                     Iselifowuni               	073 805 5928

                                                     Ifeksi                      	086 544 0628

                                                     Emeile: amtiya@parliament.gov.za



                              Ikhutshwe yi-: Palamente yeRiphabliki yoMzantsi Afrika



                              Ishicilelwe yi-: Parliamentary Communication Services,

                                                                      Ifuthelwe luluntu!

                         Yiya kwiwebhusayithi yePalamente yethu: www.parliament.gov.za

                 Ifowuni: +2721 403 2911  Ifeksi: +2721 403 3784,  P.O. Box 15, Cape Town, 8000

