






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Amaphulo > URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi > Uphuhliso Loorhulumente Bamakhaya > RAVA - iRisk and Vulnerability Assessment yeNtshona Koloni

RAVA - iRisk and Vulnerability Assessment yeNtshona Koloni




INJONGO:

Eyona njongo iphambili yolu phando kukukhangela izixhobo zolawulo nenkxaso esekela izigqibo ezifanelekileyo nekulula ukuzisebenzisa eNtshona Koloni ukunceda uLawulo lwePhondo eli ukuba liqalise ukusebenzisa uhlolo kwimingcipheko nengozi kwanokusungua inkqubo efanelekileyo yothintelo lwentlekele kwanokunciphisa izicwangciso-qhinga kwiPhondo.


ISIQALO:

9 uEpreli 2002


ISIPHELO:

31 uMatshi 2003


UMGANGATHO:

Liqoshelisiwe


INKCAZELO:


ICandelo loLawulo lweNtlekele linoxanduva lokuchonga ezona ndawo zinobungozi, xeshikweni amaSebe ajongene nokwenjenjalo kunye nooMasipala benoxanduva lokuthintela nokunciphisa imincipheko ebangelwa zizinto ezinobungozi. Ngonyaka-mali ka-2002/03 iYunivesithi yaseKapa neyaseFree State zatyunjelwa ukuqalisa isigaba sokuqala seprojekthi i-RAVA, esisesi, ukuchonga iindawo ezinobungozi eNtshona Koloni. Le projekthi inezi ziphumo zilandelayo:

*  Ukwenza kubekho iimephu ekulula ukuyisebenzisa kwiindawo zendalo nezinobungozi.
*  Ukubonisa iidawo ezineengozi kwi-GIS (Geometric Information System) engadityaniswa nezinye iimephu kwaneenkcukacha zokuphucula isicwangciso esimalunga neenzame zokulawula intlekele.

Ukusetyenziswa kweekhompyutha neteknoloji yonxibelelwano lokuyisebenzisa ngobuchule nakuyisusa ngobuchule idatha, oko kusenzeka kwangexesha nangedlela efanelekileyo ayivumileyo noRhulumente wePhondo leNtshona Koloni. I-DMIMS iya kuzisa isixhobo esibaluleke kakhulu, esilumkisayo nesiyilandelelayo/ sabelayo ngexesha lentlekele.



IXHASWA NGEZIMALI YI-:

UPhuculo lwamaseko angaphakathi ezibonelelo ooMasipala (ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans | Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa

YAYAMENE

* ULawulo lweNtlekele (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uOktobha 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





