IMpilo kunye noKhuseleko lwalapho
kwaKhiwa khona
Xa ulawula ishishini lakho, uya:
Uyalazisa iSebe lezeMisebenzi ngomsebenzi wakho wokwakha njengoko
umThetho weMpilo kunye noKhuseleko lwaseMsebenzini ufuna kwenziwe
oko (OHS)?
Uyazinika ixesha elaneleyo ukuceba, ukulungiselela kunye nokulawula
umsebenzi wakho?
Qwalasela kanye okwenzekayo ukanti uthathe inxaxheba kwizehlo zengozi?
Unayo indlela yokulawula ezempilo kunye nengozi kwindawo ezibandakanya
abameli bempilo nabokhuseleko kunye nekomiti yezempilo kunye
nokhuseleko?
Unaye umntu onokuya kuye xana ufuna ingcebiso ngezempilo nokhuseleko?
Xa umntu omqeshileyo, okanye
osebenza esizeni sakho efumana ingozi
qiniseka ukuba:
Wazisa iziko labasebenzi elikufutshane
nawe ngokukhawuleza xa ingozi ibulala
okanye ibandakanya ukwenzakala
kwendawo ezibalulekileyo,
njengokwaphuka, ukusikwa, okanye
ukuvaleka amehlo
Xela nayiphi ingozi enxulumene
nomsebenzi engunobangela
wokungabikho emsebenzini intsuku
ezingaphezulu kweshumi elinesine
Xela xa ilungu loluntu libulewe okanye
lithunyelwe esibhedlela ngenxa
yengozi enxulumene nomsebenzi
wesiza sakho.
Xa uqeshe okanye ulawula abantu abakwenzela umsebenzi, uyaqinisekisa
ukuba:
Baqeqeshiwe banazo izakhono zokwenza umsebenzi ngokukhuselekileyo
Ulawulo lwempilo kwakunye nokhuseleko
Xela iingozi
Qesha
Ukunyangwa kwedolo elonzakeleyo.
ngaphandle kokubeka impilo zabo engozini okanye eyabanye?
Bakhangelwa ngendlela elungileyo banikwe imiyalelo ecacileyo?
Banazo izixhobo zomsebenzi ezilungileyo, impahla, imatshini kwakunye
nempahla ezikhuselayo?
Uxoxa nabo kunye nabameli babo ngemiba yempilo kunye nolondolozo?
Xa uqesha omnye umntu ukuba akwenzele umsebenzi, uya:
Ukhangela qho inkqubo yempilo kunye nokhuseleko lwabo bantu uceba
ukubasebenzisa?
Ubanike ulwazi ngempilo nokhuselo abalufunayo ngomsebenzi?
Uxoxe ngomsebenzi nabo ngaphambi kokuba baqale?
Uqinisekise ukuba ubanikile yonke into ovumelene nabo ngayo (umzekelo
amanqwanqwa abathi bakhwele kuwo xabesakha akhuselayo, izixhobo
ezilungileyo, nokufikelela kumancedo, nezinye)?
Ukhangela qho ukuba baqhuba njani ufake uncedo apho kusilela khona?
Wonke umntu ufikelela ekhuselekile kwindawo yokusebenzela ukanti
asebenze ekhuselekile?
Lindlela zokungena zikwisimo esilungileyo zinempawu ezibonakalisa
ngokucacileyo?
Iziphelo apho abantu banokuthi bawele khona, zinazo izinto ezinokuthi
zibaxhase kakuhle okanye olunye ukhuselo ulukulungeleyo esiphelweni?
Isiza sicocekile zona impahla ziselugcinwe khuselekileyo?
Umbane wanele?
Izindlu zangasese ziyafumaneka, zigcinwe zicocekile zilayitile kakuhle?
Zikhona izitya zokuhlambela, amanzi ahambayo, isepha, kunye namalaphu
okosula alahlwayo?
Ikhona indawo yokutshintsha, ukomisa, kunye nokugcina impahla?
Amanzi okusela akhona?
Ingaba izikefele zimisiwe, ziyatshintshwa, ziqhaqhwe ngabantu
abakulungeleyo ukwenza oko?
Ukuqesha omnye umntu ukuba akwenzele umsebenzi
Ufikelelo kwisiza
Izibonelelo
Izikefele
Ingaba zikhona izithinteli
ezisebenzayo, okanye izaziso
ezilumkisayo ezibekiweyo
ukuthintela abantu
ekusebenziseni izikefele
ezingaqgitywanga,umzekelo,
apho indawo abathi bame kuzo
xa besebenza zingenziwanga
kakuhle?
Ingaba izikefele zigcinwe
ngokufanelekileyo?
Ingaba umntu okufaneleyo
ukwenza oko usikhangela qho
isikefele, umzekelo nokuba
kukanye ngeveki, rhoqo emveni
kokuba sitshintshiwe, sonakele
nasemva kwemozulu ebinetha,
kunye nomoya omkhulu?
Lingxelo zokulolongwa kwaso
ziyashicilelwa?
Ingaba zikhona iinkqubo zamathuba engxakeko, umzekelo, ukuphuma
esizeni ngexesha lomlilo?
Ingaba abantu abasesizeni bayayazi ukuba ziyintoni ezi nkqubo?
Ingaba ikhona indlela yokukhalisa ialam, ihlolwa nini?
Ingaba ikhona indlela yokunxulumana neenkonzo zengxakeko esizeni?
Ingaba zikhona iindlela ezikulungeleyo ukuphuma zihlala zicacile?
Akhona amalungiselelo oneleyo oncedo lokuqala?
Uziphawulile zonke izinto ezinobungozi kunye nempahla yokusebenza, efana
ne asbestosi, ilothe, izinyibilikisi, ipeyinti, isamenti kwakunye nothuli?
Banalo ulwazi abasebenzi kunye noqeqesho ukuze bazi ingozi ezikwizinto
ezinobungozi ezisetyenziswa neziveliswa esayithini, ukuba kufanele benze
ntoni okanye banxibe ntoni ukuze baphephe okanye banciphise ezingozi?
Uphawulile wazibeka izilumkisi endaweni ukunqanda okanye ukulawula
ukuhlangabezana nezinto ezinobungozi, ngoku:
Izinto ezinobungozi
Ingxaki: Esi sikefele
besingancanyathiselwanga edongeni kwaye
sizimele singancamathelanga sinjalo
senzakalise ubomi babasebenzi.
Amathuba engxakeko
ngokwenza umsebenzi ngendlela eyahlukileyo, ukususa ubungozi
bungabikho kwabona ingaba ikwabandakanya ukwenziwa komsebenzi
ngoomatshini endaweni yabantu?
Usebenzisa impahla yokusebenza enobungozi obuncinane?
Usebenzisa izixhobo ezilulungeleyo uthuli?
Abasebenzi banalo ulwazi noqeqesho ukuze bazi ubungozi obukwingxolo
esayithini, kunye nokwazi ukuba kufanele benze ntoni ukunqanda ezongozi?
Uphawulile, wachaza ngezinto ezinokwenzeka kubasebenzi xa
behlangabezana nengxolo?
Ingxolo inokuncitshiswa ngokusebenzisa indlela zokusebenza okanye
kukhethwe imatshini ezingangxoliyo, umzekelo, ngokusebenzisa izaphuli
ezikulungeleyo
nezinye izixhobo
okanye iimatshini
ezinezithulisi?
Lukhona ukhuseleko
olufanelekileyo
olunikiweyo
olunxitywa
kwindawo
ezinengxolo?
Ingaba zonke iinkonzo ezifunekayo esizeni zinikwe phambi kokuba
umsebenzi uqale, uzichazile iinkonzo ezikhona esizeni (umzekelo iingcingo
zombane okanye imibhobho enikezela ngegesi) wathatha amanyathelo
angawo, xakukho imfuneko, ukunqanda ingozi kubo?
Izixhobo kunye nempahla yokusebenza iyakhangelwa ngabasebenzi,
ivavanywe esizeni kanti ihlolwe, ilingwe rhoqo ngumntu onesakhono kuloo
nto?
Ingaba ukhuselo
olufanelekileyo lokuva
lunikiwe kwaye
luyanxitywa kwiindawo
ezinengxolo?
Ingxolo
Umbane kunye nezinye iinkonzo
Xa kukhona iintambo
eziphezulu, umbane
uyacinywa, okanye
ezinye izilumkisi
ziyenziwa,
njengokunika
izikhundla okanye
iteyipi eziphawulweyo?
Ingaba sikhona
iSiqinisekiso
sokuThobela sofakelo
olutsha esizeni?
Umsebenzi ubiyelwe ebantwini?
Indlela zokusebenza zithentelwe zilayitiwe?
Uluntu lukhuselekile kwimpahla ewayo?
Xa umsebenzi wosuku ugqityiwe:
Imisele nemingxuma ivalwe ngokhuseleko okanye ibiyelwe?
Izixhobo zivaliwe ukunqanda ukusetyenziswa ngokungekho
mthethweni?
Izinto ezinokuthi zivuthe okanye ezinobungozi zitshixelwe kwindawo
zogcino ezikhuselekileyo?
ISebe lezeMisebenzi
I-Ofisi eyiNtloko
ICandelwana eliyiNtloko leMpilo noKhuseleko lwaseMsebenzini
Rhoda Mbeki (012) 309 4388
Phumudzo Maphaha (012) 309 4316
Tibor Szana (012) 309 4389
Iibhokisi ezilawula umbane kufuneka zihlale zogqunyiwe
kwaye zitshixelwe ngokufanelekileyo.
Khusela uluntu
Umntu ono kudibana naye
Eastern Cape
Aliwal North Tel: (051) 633 2633
Butterworth Tel: (047) 491 0656
Cradock Tel: (048) 881 3010
East London Tel: (043) 702 7500
Fort Beaufort Tel: (046) 645 4686
Graaf-Reinet Tel: (049) 892 2142
Grahamstown Tel: (046) 622 2104
King William's
Town Tel: (043) 643 4756
Lusikisiki Tel: (039) 253 1996
Maclear Tel: (045) 932 1424
Mdantsane Tel: (043) 761 3151
Mount Ayliff Tel: (039) 254 0282
Mthatha Tel: (047) 501 5600
Port Elizabeth Tel: (041) 506 5000
Queenstown Tel: (045) 807 5400
Uitenhage Tel: (041) 992 4627
Free State
Bethlehem Tel: (058) 303 5293
Bloemfontein Tel: (051) 505 6215
Botshabelo Tel: (051) 534 3789
Ficksburg Tel: (051) 933 2299
Harrismith Tel: (058) 623 2977
Kroonstad Tel: (056) 215 1812
Petrusburg Tel: (053) 574 0932
Phuthaditjhaba Tel: (058) 713 0373
Sasolburg Tel: (016) 970 3200
Welkom Tel: (057) 391 0200
Zastron Tel: (051) 673 1471
Gauteng North
Atteridgeville Tel: (012) 386 5116
Bronkhorstspruit Tel: (013) 932 0197
Garankuwa Tel: (012) 702 4525
Krugersdorp Tel: (011) 955 4420
Mamelodi Tel: (012) 805 5090
Pretoria Tel: (012) 309 5050
Randfontein Tel: (011) 693 3618
Soshanguve Tel: (012) 799 7395
Temba Tel: (012) 717 9500
Gauteng South
Alberton Tel: (011) 861 6130
Benoni Tel: (011) 747 9601
Boksburg Tel: (011) 898 3340
Brakpan Tel: (011) 744 9000
Carletonville Tel: (018) 788 3281
Germiston Tel: (011) 345 6300
Johannesburg Tel: (011) 497 3163
Kempton Park Tel: (011) 975 9301
Nigel Tel: (011) 814 7095
Randburg Tel: (011) 781 8144
Roodepoort Tel: (011) 766 2000
Sandton Tel: (011) 444 7631
Labour Centres of the Department of Labour
Contact details
Eastern Cape
East London Tel: (043) 701 3000
Free State
Bloemfontein Tel: (051) 505 6200
Gauteng North
Pretoria Tel: (012) 309 5000
Gauteng South
Johannesburg Tel: (011) 497 3222
KwaZulu-Natal
Durban Tel: (031) 366 2000
Limpopo
Polokwane Tel: (015) 290 1744
Mpumalanga
Witbank Tel: (013) 655 8700
North West
Mafikeng Tel: (018) 387 1800
Northern Cape
Kimberley Tel: (053) 838 1500
Western Cape
Cape Town Tel: (021) 441 8000
Provincial Offices of the Department of Labour
Sebokeng Tel: (016) 988 2626
Soweto Tel: (011) 939 1200
Springs Tel: (011) 365 3700
Vanderbijlpark Tel: (016) 981 0280
Vereeniging Tel: (016) 430 0000
KwaZulu-Natal
Dundee Tel: (034) 212 3147
Durban Tel: (031) 336 1559
Estcourt Tel: (036) 352 2161
Kokstad Tel: (039) 727 2140
Ladysmith Tel: (036) 638 1900
Newcastle Tel: (034) 312 6038
Pietermaritzburg Tel: (033) 341 5300
Pinetown Tel: (031) 700 2206
Port Shepstone Tel: (039) 682 2406
Prospecton Tel: (031) 902 1590
Richards Bay Tel: (035) 780 8700
Richmond Tel: (033) 212 2768
Stanger Tel: (032) 551 4291
Ulundi Tel: (035) 879 1439
Verulam Tel: (032) 533 5050
Vryheid Tel: (034) 980 8820
Limpopo
Giyani Tel: (015) 812 9041
Jane Furse Tel: (013) 265 7210
Lebowakgomo Tel: (015) 633 9360
Lephalale Tel: (014) 763 2162
Makhado Tel: (015) 516 0207
Modimolle Tel: (014) 717 1046
Mokopani Tel: (015) 491 5973
Phalaborwa Tel: (015) 781 5114
Polokwane Tel: (015) 299 5000
Seshego Tel: (015) 223 7020
Thohoyandou Tel: (015) 960 1300
Tzaneen Tel: (015) 306 2600
Mpumalanga
Baberton Tel: (031) 712 3066
Bethal Tel: (017) 647 5212
Carolina Tel: (017) 843 1077
Eerstehoek Tel: (017) 883 2414
eMalahleni Tel: (013) 653 3800
Ermelo Tel: (017) 819 7632
Groblersdal Tel: (013) 262 3150
Kwamhlanga Tel: (013) 947 3173
KaMhlushwa Tel: (013) 785 0010
Lydenburg Tel: (013) 235 2368
Middelburg Tel: (013) 283 3600
Nelspruit Tel: (013) 753 2844
Piet Retief Tel: (017) 826 1883
Sabie Tel: (013) 764 2105
Secunda Tel: (017) 631 2594
Standerton Tel: (017) 712 1351
Volksrust Tel: (017) 735 2994
Northern Cape
Calvinia Tel: (027) 341 1280
De Aar Tel: (053) 631 0952
Kimberley Tel: (053) 838 1500
Kuruman Tel: (053) 712 3952
Postmasburg Tel: (053) 313 0641
Springbok Tel: (027) 718 1058
Upington Tel: (054) 331 1752
North West
Brits Tel: (012) 252 3068
Christiana Tel: (053) 441 2120
Klerksdorp Tel: (018) 464 8700
Lichtenburg Tel: (018) 632 4323
Mafikeng Tel: (018) 381 1010
Mogwase Tel: (014) 555 5693
Potchefstroom Tel: (018) 297 5100
Rustenburg Tel: (014) 592 8214
Taung Tel: (053) 994 1710
Vryburg Tel: (053) 927 5221
Western Cape
Beaufort West Tel: (023) 414 3427
Bellville Tel: (021) 941 7000
Cape Town Tel: (021) 460 5911
Claremont Tel: (021) 683 2388
George Tel: (044) 801 1201
Knysna Tel: (044) 382 3150
Mitchell's Plain Tel: (021) 376 1771
Mossel Bay Tel: (044) 691 1140
Oudtshoorn Tel: (044) 272 4370
Paarl Tel: (021) 872 2020
Somerset West Tel: (021) 852 2535
Vredenburg Tel: (022) 715 1627
Worcester Tel: (023) 347 0152
IsiXhosa, Layout and design by the Media Production Unit, Chief Directorate of Communication,
Department of Labour. Website: www.labour.gov.za