xhosa.2293.takalani
BONA XHOSA - December 2007
IMPILO
Ngoku ndilungel' ukuty' isidlo sakusasa!
Ndilambe kakhulu kule ntsasa!
Mmm. Iziqhamo nesiriyeli! Yintandane yesidlo sam sakusasa!
Molo, Neno.
Ulale kakuhle phofu"
Ndikuphe isitya esikhulu sesiriyeli nebhanana"
Simnandi esi sidlo,
Moshe, kodwa ngoku ndiyolala kwakhona...
Ulalela ntoni, Neno"
Utsho kamnandi, Neno. Sibalulekil' isidlo sakusasa.
Ewe ndilale kakuhle, enkosi wethu Moshe.
Ewe, Moshe.
Kulungile!
Ukuze nditye isidlo sakusasa kwakhona xa ndivukayo!
Ndifuna amandla athe kratya namhlanje, Moshe...
Sikunika amandla afunekayo okuqala imini.
Mmm, kuyanetha nje namhlanje.
Kamva...
Yhu, Moshe. Ezi mpahla nale ambrela ziza kundifudumeza zindikhusele!
Nxiba idyasi yemvula...
Nezihlangu zerabha...
Bazali Nabagcini babantwana!
KwaSanlam, siyakwazi ukuxhoma kwexabiso lemfundo yomntwana wakho kwanentlungu yokungabinamali yokufundisa umntwana wakho. Zalisa le khuphoni
usithumelele iinkcukacha zakho uza kutsalelwa umnxeba ngumcebisi
wakwaSanlam akucebise
ngokuqinisekisa ukuba umntwana
wakho unekamva eliqaqambileyo.
Moshe, ndithembise uZuzu ukuba ndiza kudlala naye namhlanje.
Yintoni, Neno"
Kodwa ungamtyelela, Neno.
Kukho eny' into esigcina somile...
BONA XHOSA - December 2007
Uphathe nantsi i-ambrela!
UMNXEBA(W)
IGAMA
ID
(ISELFOWUNI)
Kufuneka unxib' iimpahla ezikukhusela emvuleni.
IDILESI
Unyanisile,
Neno!
Zinto zini ngoku ezo, Moshe"
(H)
Lilanga!
